Uphawu lwe App yeBhayibhile
Khetha Uphawu

UHEZEKILE 34:11 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

UHEZEKILE 34:11 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Ngokuba itsho iNkosi uYehova ukuthi, Yabonani, mna ngokwam ndiya kuwukhathalela umhlambi wam, ndiwuvelele.

UHEZEKILE 34:11 XHO96 (IBHAYIBHILE)

“Utsho uMhlekazi uNdikhoyo ukuthi: Uyabona, iigusha zam ndiya kuzifuna ngokwam, ndize ndizilondoloze.

UHEZEKILE 34:11 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Ngokuba isitsho INKOSI e NGUYEHOVA ukuti; Bona ke, ndiya kuti mna, ndibazele igusha zam, ndizifunisele kanjalo.

UHEZEKILE 34:11 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Kuba itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Yabona, ndiya kuzigocagoca izimvu zam ndize ndizifune.