Uphawu lwe App yeBhayibhile
Khetha Uphawu

UHEZEKILE 36:25 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

UHEZEKILE 36:25 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Ndiya kunitshiza ngamanzi amhlophe, nihlambuluke; ndinihlambùlule kubunqambi benu bonke, nakwizigodo zenu zonke.

UHEZEKILE 36:25 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Ndiya kunitshiza ngamanzi acocekileyo ukuze nicoceke; ndiya kukukhupha ukungcola kuni, ndinenze nahlukane nezithixo.

UHEZEKILE 36:25 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Ndandiya kutshiza pezu kwenu amanzi amhlope, naniya kuhlambuluka; kuko konke ukunco̔la kwenu, nakuzo zonke izitixwana zenu, ndonihlambulula.

UHEZEKILE 36:25 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Ndiya kunitshiza ngamanzi amhlophe, nihlambuluke; Ndiya kunihlambulula kuko konke ukungcola kwenu nakomoya wenu ongcolileyo.