UHEZEKILE 36:27 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
UHEZEKILE 36:27 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndofaka uMoya wam ngaphakathi kwenu, ndinenze nihambe ngemimiselo yam, niwagcine amasiko am, niwenze
Yabelana
UHEZEKILE 36 XHO75UHEZEKILE 36:27 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiya kufaka uMoya wam kuni, nitsho nilulamele imimiselo yam, niyigcine ngononelelo imithetho yam.
Yabelana
UHEZEKILE 36 XHO96UHEZEKILE 36:27 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nomoya wam ndiya kumbeka pakati kwenu, ndenze ukuba nihambe emimisweni yam; nezigwebo zam niya kuzigcina, nizenze.
Yabelana
UHEZEKILE 36 XHO1902AUHEZEKILE 36:27 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Ndiza kufaka umoya wam kuni ndize ndinihambise ngemimiselo yam, nize niyigcine imigwebo yam nize niyifeze
Yabelana
UHEZEKILE 36 CXB24