UHEZEKILE 36:28 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
UHEZEKILE 36:28 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
niya kuhlala ezweni endalinika ooyihlo; nibe ngabantu bam, mna ndibe nguThixo wenu.
Yabelana
UHEZEKILE 36 XHO75UHEZEKILE 36:28 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Niya kuhlala elizweni endandilabele ookhokho benu; niya kuba ngabantu bam, mna ndibe nguThixo wenu.
Yabelana
UHEZEKILE 36 XHO96UHEZEKILE 36:28 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Naniya kuhlala elizweni endalinikayo koyihlo benu; niya kuba ngabantu bam, nam ndoba NGUTIXO wenu.
Yabelana
UHEZEKILE 36 XHO1902AUHEZEKILE 36:28 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
niya kuhlala ezweni endalinika ooyihlo; nibe ngabantu bam, mna ndibe nguThixo wenu.
Yabelana
UHEZEKILE 36 CXB24