UHEZEKILE 38:23 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
UHEZEKILE 38:23 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiya kuzikhulisa, ndizingcwalise, ndizazise ngokwam emehlweni eentlanga ezininzi; zazi ukuba ndinguYehova.
Yabelana
UHEZEKILE 38 XHO75UHEZEKILE 38:23 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiya kuba ndibonisa ubungangamsha bam; ndibe ke ndiyazazisa kwintlaninge yezizwe. Baya kuqonda ukuba mna ndinguNdikhoyo.”
Yabelana
UHEZEKILE 38 XHO96UHEZEKILE 38:23 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njalo ndiya kuzenza mkulu, ndizingcwalise; ndandiya kwazeka pambi kwamehlo ezizwe ezininzi, eziya kukwazi okokuba mna ndi NGUYEHOVA.
Yabelana
UHEZEKILE 38 XHO1902AUHEZEKILE 38:23 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Ngoko ke ndiya kuzizukisa, ndizingcwalise; Ndiya kwaziwa emehlweni eentlanga ezininzi, zazi ukuba ndinguYehova.
Yabelana
UHEZEKILE 38 CXB24