UHEZEKILE 5:9 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
UHEZEKILE 5:9 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ndenzè kuwe endingazanga ndikwenze, endingayi kubuya ndikwenze okunjalo, ngenxa yamasikizi akho onke.
Yabelana
UHEZEKILE 5 XHO75UHEZEKILE 5:9 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngenxa yamasikizi owenzileyo, kuwe ndiza kwenza into endingazange ndayenza ngaphambili, endingayi khuphinda ndiyenze nanini na.
Yabelana
UHEZEKILE 5 XHO96UHEZEKILE 5:9 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndandiya kukwenza kuwe oko endingakwenzanga, nendingayi kubuya ndikwenze okunjalo, ngenxa yazo zonke izinto zako ezibuntshontsho.
Yabelana
UHEZEKILE 5 XHO1902AUHEZEKILE 5:9 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Ndiya kwenza kuwe endingazanga ndikwenze ngaphambili, endingayi kubuya ndikwenze ngenxa yamasikizi akho onke.
Yabelana
UHEZEKILE 5 CXB24