UHEZEKILE 6:10 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

UHEZEKILE 6:10 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Baya kwazi ukuba ndinguYehova; andifumane ndathetha ndathi, Ndiya kubenza obu bubi kubo.

UHEZEKILE 6:10 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Baya kundazi ukuba mna ndinguNdikhoyo, andifananga ndabatyityimbisela umnwe ukuba ndiya kubahlisela esi sithwakumbe.

UHEZEKILE 6:10 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Babeya kukwazi okokuba mna ndi NGUYEHOVA: andifumane ndateta ukuti ndiya kubenzela ilishwa eli.

UHEZEKILE 6:10 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Baya kwazi ukuba ndinguYehova, ukuba ndingatshongo ilize ukuba ndiya kubenza obu bubi kubo.