UHEZEKILE 8:18 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
UHEZEKILE 8:18 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nam ndiya kwenza ngobushushu; aliyi kuba nanceba iliso lam, ndibaconge; nokuba badanduluke ezindlebeni zam ngezwi elikhulu, andiyi kubeva.
Yabelana
UHEZEKILE 8 XHO75UHEZEKILE 8:18 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngokwenene andiyi kuba nalusizi, ndingayi kubasindisa; baza kuthi shu yingqumbo yam. Nokuba sebede batsho ngenzwinini yesikhalo andiyi kuphulaphula.”
Yabelana
UHEZEKILE 8 XHO96UHEZEKILE 8:18 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako nam ndiya kwenza ngobuṙalaṙume; iliso lam aliyi kuba nosizi, andiyi kuba nenceba kanjako; nakuba badanduluka ezindlebeni zam ngelizwi elikulu, andiyi kubapulapula noko.
Yabelana
UHEZEKILE 8 XHO1902AUHEZEKILE 8:18 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Ke ngoko, nam ndiya kwenza ngomsindo
Yabelana
UHEZEKILE 8 CXB24