UEZRA 10:19 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

UEZRA 10:19 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Banika isandla sabo, ukuba bobakhupha abafazi babo; bathi, benetyala nje, bakhuphe inkunzi yasempahleni emfutshane ngenxa yetyala labo

UEZRA 10:19 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Bona bathembisa ukuba bobagxotha abafazi, baza banikela ngenkunzi yebhokhwe ngenxa yetyala labo.

UEZRA 10:19 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Baza banika izandla zabo ukuba bahlukane nabafazi babo; bati benetyala nje, banikela inkunzi yegusha yasemhlambini ngenxa yetyala labo.

UEZRA 10:19 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Banika izandla zabo ukuba baqhawule umtshato nabafazi babo; ngokuba bebenetyala, baxhela inkunzi yegusha ngenxa yobugwenxa babo