UEZRA 10:4 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
UEZRA 10:4 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Vuka, ngokuba le nto iphezu kwakho; singakuwe; yomelela, wenze.
Yabelana
UEZRA 10 XHO75UEZRA 10:4 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke phakama; lo mcimbi usezandleni zakho. Thina siza kukuxhasa. Yomelela wenze.”
Yabelana
UEZRA 10 XHO96UEZRA 10:4 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Suka wena, ngokuba ipezu kwako lento; kanjalo tina soba nawe; yomelela, wenze ke.
Yabelana
UEZRA 10 XHO1902AUEZRA 10:4 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Vuka; ngokuba le nto yeyakho; nathi siya kuba nani; yomelelani niyenze.
Yabelana
UEZRA 10 CXB24