UEZRA 2:1 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
UEZRA 2:1 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngabo ke aba oonyana belizwe lakwaYuda abenyukayo, kwababethinjwe basemfudusweni, awabafudusela eBhabheli uNebhukadenetsare, ukumkani waseBhabheli, ababuyela eYerusalem nakwaYuda, elowo wabuyela emzini wakowabo
UEZRA 2:1 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Naba ke abantu bephondo lakwaJuda abâkhululwáyo ekuthinjweni kwelaseBhabheli, okuya babethinjwe ngukumkani uNebhukadenezare waseBhabheli. Ke kaloku babuyela eJerusalem nakwaJuda, elowo waya kwidolophu yakowabo.
UEZRA 2:1 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
LULO olu usapo lwaselizwaneni olwanyukayo kubo abatinjwa abebefudusiwe, abo u‐Nebukanetsare ukumkani we‐Babilone ebebafudusele e‐Babilone, lwabuya lweza e‐Yerusaleme nakwa‐Juda, olunye ngolunye esixekweni sakowalo
UEZRA 2:1 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Ngabo aba oonyana bephondo abashiya abathinjwa, abathinjwa, abo uNebhukadenetsare ukumkani waseBhabhiloni wabathabathela eBhabhiloni waza wabuyela eYerusalem nakwaYuda, ngamnye kwisixeko sakowabo