UEZRA 4:5 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
UEZRA 4:5 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
bebaqeshela amagqwetha, ukuba alishitshise iqhinga labo, yonke imihla kaKoreshi ukumkani wasePersi, kwada kwezisa ebukumkanini bukaDariyo ukumkani wasePersi.
Yabelana
UEZRA 4 XHO75UEZRA 4:5 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zathenga amagosa awazidodobalisayo izicwangciso ngalo lonke ithuba lolawulo lukaKoreshi ukumkani wasePeshiya yada yalulawulo lukaDariyo ukumkani wasePeshiya.
Yabelana
UEZRA 4 XHO96UEZRA 4:5 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
baqesha ngakubo abacebisi, ukuba batshitshise iqinga labo, yonke imihla ka‐Koreshe ukumkani we‐Peresiya, kwada kwabako ubukumkani buka‐Dariyusi ukumkani we‐Peresiya.
Yabelana
UEZRA 4 XHO1902AUEZRA 4:5 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Yaye waqesha abantu abacebisa ukuba balitshitshise icebo labo, yonke imihla kaKoreshi ukumkani wasePersi, kwada kwezisa ebukumkanini bukaDariyo ukumkani wasePersi.
Yabelana
UEZRA 4 CXB24