Uphawu lwe App yeBhayibhile
Khetha Uphawu

UEZRA 5:1 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

UEZRA 5:1 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Ke kaloku abaprofeti, ooHagayi umprofeti, noZekariya unyana kaIdo, baprofeta kumaYuda abekwaYuda neYerusalem, egameni likaThixo kaSirayeli obekubo.

UEZRA 5:1 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Ke kaloku umshumayeli uHagayi *nomshumayeli uZakariya umzukulwana kaIdo babeshumayela kwaJuda naseJerusalem egameni likaThixo kaSirayeli ophezu kwabo.

UEZRA 5:1 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

BAZA abaprofite, u‐Hagai umprofite, no‐Zekariya unyana ka‐Hido, baprofitesha kuma‐Juda abekwa‐Juda nase‐Yerusaleme, egameni LOTIXO wo‐Sirayeli, kwa kuwo wona.

UEZRA 5:1 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Ke kaloku abaprofeti, ooHagayi umprofeti, noZekariya unyana kaIdo, baprofeta kumaYuda abekwaYuda neYerusalem, egameni likaThixo kaSirayeli.