UEZRA 9:10 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

UEZRA 9:10 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Singáthini na kaloku, Thixo wethu, emveni koko? Kuba siyishiyile imithetho yakho, owayiwisayo ngabakhonzi bakho abaprofeti, usithi

UEZRA 9:10 XHO96 (IBHAYIBHILE)

“Ngoku ke, Thixo wethu, sothini kodwa xa kunje? Kaloku sisuke sayidela imiyalelo

UEZRA 9:10 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Sesiya kuti nina kaloku, TIXO wetu! emveni kwoku? ngokuba siyishiyile imiyalelo yako

UEZRA 9:10 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Kaloku, Thixo wethu, sothini na emveni koko? ngokuba siyishiyile imithetho yakho