KUMAGALATI 4:9
KUMAGALATI 4:9 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
ngoku ke, nakuba nimazile uThixo, hayi kanye mandithi, nakuba naziwe nguThixo, nènza ntoni na ukubuya niguqukele kwiziqalelo ezingenamandla, ezingenaluncedo, enithanda ukubuya nikhonze zona ngokutsha?
Yabelana
Funda KUMAGALATI 4KUMAGALATI 4:9 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kodwa ngoku nimaziyo uThixo – gxebe, ngoku naziwayo nguThixo – kutheni ukuba niphindele kwezo zithethe zingento, ziphuthileyo? Ngani ukuba niphinde nizikhobokise ngazo?
Yabelana
Funda KUMAGALATI 4