IGENESIS 1:29
IGENESIS 1:29 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi uThixo, Yabonani, ndininikile yonke imifuno evelisa imbewu, esemhlabeni wonke, nayo yonke imithi eneziqhamo zemithi evelisa imbewu: yoba kukudla kuni.
Yabelana
Funda IGENESIS 1IGENESIS 1:29 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ndininika zonke izityalo ezithwala iinkozo elizweni, kunye nemithi ethwala iziqhamo. Zoba kukutya kwenu ezo zinto.
Yabelana
Funda IGENESIS 1