IGENESIS 16:12
IGENESIS 16:12 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kodwa yena unyana wakho uya kuziphatha okweqwarha; uya kuchasa wonke ubani, angafunwa ngumntu wonke naye. Uya kuhlala elikheswa phakathi kwabantu bakowabo.”
Yabelana
Funda IGENESIS 16IGENESIS 16:12 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Yena uya kuba ngumntu onjenge-esile lasendle ukundweba; isandla sakhe siya kuchasana nabantu bonke, isandla sabantu bonke sichasane naye; ahlale ebusweni babazalwana bakhe bonke.
Yabelana
Funda IGENESIS 16