IGENESIS 16:13
IGENESIS 16:13 IBHAYIBHILE (XHO96)
UHagare wathi khumnqa, wathi ke ukumbiza loo Ndikhoyo ambonileyo nguThixo obonayo, kuba esithi: “Ngoku ndimbonile ondibonayo.”
Yabelana
Funda IGENESIS 16IGENESIS 16:13 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Walibiza igama likaYehova, obethetha naye, wathi, ÙnguThixo ozibonakalisayo. Ngokuba wathi, Ndisabona na nalapha, emveni kokuba ndimbonile?
Yabelana
Funda IGENESIS 16