IGENESIS 22:12
IGENESIS 22:12 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi, Ndilapha. Sathi, Musa ukusisa isandla sakho kumfana, musa ukumenza nto, kuba ndiyazi ngoku ukuba ùyamoyika uThixo; akunqabanga nonyana wakho kum, emnye kuwe.
Yabelana
Funda IGENESIS 22IGENESIS 22:12 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Yayisiti: Ungoluli isandla sako pezu kwomfana, ungenzi nto kuye kanjalo; ngokuba kaloku ndisazi ukuba uyamoyika UTIXO, ungabambanga nje unyana wako, ukupela kwonyana wako, kum.
Yabelana
Funda IGENESIS 22