IGENESIS 27:36
IGENESIS 27:36 IBHAYIBHILE (XHO96)
Uthe uEsawu: “Sekukokwesibini eyenza le nto yokundidla izithende. Yiyo le nto negama lakhe linguYakobi. Kokwesibini ngoku endikhohlisa. Wathatha ilungelo lam lobuzibulo. Ngoku uthatha iintsikelelo zam. Tata, akundigcinelanga ntsikelelo konke na?”
Yabelana
Funda IGENESIS 27IGENESIS 27:36 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Wathi, Ndathi, KunguYakobi na? ngokuba undenze kubini; ubususile ubukhulu bam; nanku ngoku nilithabathileyo. Wathi: Anindigcinelanga ntsikelelo na?
Yabelana
Funda IGENESIS 27IGENESIS 27:36 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Waza wati: Asi ngenene na ukuba kubiziwe igama lake ngo‐Yakobi, endilumkisile lamaxesha mabini nje? ubuzibulo bam wandihluta bona, nanku ke kaloku endihlutile itamsanqeliswa lam. Waza wati: Akundibambelanga nalinye itamsanqeliso na?
Yabelana
Funda IGENESIS 27