IGENESIS 29:22 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

IGENESIS 29:22 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Wawahlanganisa uLabhan onke amadoda aloo ndawo, wenza umsitho.

IGENESIS 29:22 XHO96 (IBHAYIBHILE)

ULabhan wenza isidlo somtshato, wamema bonke abantu balapho.

IGENESIS 29:22 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Wandula u‐Labane ukuhlanganisa onke amadoda alondawo, wawenza umtshato.

IGENESIS 29:22 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

uLabhan wabahlanganisa bonke abantu baloo mmandla waza wenza isidlo.