IGENESIS 3:17
IGENESIS 3:17 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
KuAdam wathi, Ngokuba uphulaphule izwi lomkakho, wadla kuwo umthi endakuwisela umthetho ngawo, ndathi, Uze ungadli kuwo, úqalekisiwe umhlaba ngenxa yakho; ùya kudla kuwo ubulaleka, yonke imihla yobomi bakho.
IGENESIS 3:17 IBHAYIBHILE (XHO96)
Uthe endodeni uThixo: “Wena uve umkakho, watya kumthi ebendithe kuwe uze ungatyi kuwo. Ngenxa yento oyenzileyo ke úqalekisiwe ngoku umhlaba. Ùya kusebenza nzima bonke ubomi bakho, ukuze umhlaba uvelise ukutya.
IGENESIS 3:17 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Wathi kuAdam, Ekubeni uliphulaphule izwi lomkakho, wadla kuwo umthi endakuwisela umthetho ngawo, ndathi, Musa ukusidla kuwo; uqalekisiwe umhlaba; uya kudla kuwo ubulaleka, yonke imihla yobomi bakho
IGENESIS 3:17 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Wayesiti ku‐Adame: Ngokokuba ubupulapula ilizwi lomfazi wako, watya kulomti ndabendikuyalela ngawo, ndisiti: Ungatyi kuwo; uqalekisiwe umhlaba ngenxa yako; uya kutya okwawo ngosizi yonke imihla yokudla kwako ubomi.