IGENESIS 4:15
IGENESIS 4:15 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi uYehova kuye, Xa kunjalo, bonke ababulala uKayin kophindezelwa kubo kasixhenxe. UYehova wammisela uKayin umqondiso, ukuze bonke abamfumanayo bangamsiki.
Yabelana
Funda IGENESIS 4IGENESIS 4:15 IBHAYIBHILE (XHO96)
Uphendule wathi uNdikhoyo: “Hayi, akunjalo; ukuba kubekho mntu ukubulalayo, ndomohlwaya ngokuphindwe kasixhenxe.” Waza ke uNdikhoyo wamphawula uKayen khon' ukuze nabani na odibana naye angambulali.
Yabelana
Funda IGENESIS 4