IGENESIS 40:8
IGENESIS 40:8 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Bathi kuye, Siphuphé iphupha; akukho ulityhilayo. UYosefu wathi kubo, Izityhilo asizezikaThixo na? Khanindixelele iphupha elo.
Yabelana
Funda IGENESIS 40IGENESIS 40:8 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Bati kuye: Sipupile ipupa, kanti akako olityilayo. Wayesiti kubo u‐Josefe: Izityilo azi ze ZIKATIXO na? kanindibalisele wona.
Yabelana
Funda IGENESIS 40