IGENESIS 50:20
IGENESIS 50:20 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ewe, nanizimisele ukundenzakalisa, kodwa uThixo yena walijika elo yelenqe labubuhle, khon' ukuze kusinde abantu abaninzi abaphilayo ngoku ngenxa yeso senzo senu.”
Yabelana
Funda IGENESIS 50IGENESIS 50:20 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Nina nacinga ububi ngam; ke yena uThixo wacinga okulungileyo, ukuze kuthi, njengoko kwenzekileyo namhla, kusinde abantu abaninzi.
Yabelana
Funda IGENESIS 50