IGENESIS 6:13
IGENESIS 6:13 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi uThixo kuNowa, Isiphelo senyama yonke sifikile phambi kwam; ngokuba ihlabathi lizele lugonyamelo oluphuma kubo; yabona ke, ndiya kubonákalisa, bona ndawonye nehlabathi.
Yabelana
Funda IGENESIS 6IGENESIS 6:13 IBHAYIBHILE (XHO96)
Wathi ke uThixo kuNowa: “Ndifikelele ekubeni ndilubhangise lonke uluntu. Ndiza kulutshabalalisa luphele tu, kuba ilizwe lizele zizenzo zobundlobongela.
Yabelana
Funda IGENESIS 6