IGENESIS 6:7
IGENESIS 6:7 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi uYehova, Ndiya kumcima umntu endimdalileyo, angabikho ehlabathini, kuthabathele emntwini kuse ezinkomeni, kuse ezinambuzaneni, kuse ezintakeni zezulu, ngokuba ndizohlwaya ngokuba ndizenzile ezo zinto.
Yabelana
Funda IGENESIS 6IGENESIS 6:7 IBHAYIBHILE (XHO96)
Wathi: “Ndiza kubacima kuphele, bangabikho konke emhlabeni abantu endibadalileyo. Nditsho nkqu neenyamakazi, neentaka, kuba ndiyazisola ngento endabadalela yona.”
Yabelana
Funda IGENESIS 6