IGENESIS 7:1
IGENESIS 7:1 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi uYehova kuNowa, Ngena, wena nendlu yakho yonke, emkhombeni, ngokuba ndibona wena ilungisa phambi kwam kwesi sizukulwana.
Yabelana
Funda IGENESIS 7IGENESIS 7:1 IBHAYIBHILE (XHO96)
Wathi ke *uNdikhoyo kuNowa: “Ngena enqanaweni nomkakho kunye nosapho lwakho. Ndiphawule ukuba nguwe wedwa kwesi sizukulwana olilungisa.
Yabelana
Funda IGENESIS 7