KUMAHEBHERE 1:1-2
KUMAHEBHERE 1:1-2 IBHAYIBHILE (XHO96)
Amaxesha ngamaxesha mandulo uThixo wathetha nookhokho bethu ngeendlela ezahlukeneyo ngomlomo *wabashumayeli. Kodwa ke kula maxesha okugqibela uthethe nathi ngoNyana wakhe. UThixo wammisela ukuba abe yindlalifa yezinto zonke, kwaye futhi ihlabathi liphela walidala ngaye.
KUMAHEBHERE 1:1-2 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
uThixo wayethethile nje kudala, nangeendlela ezininzi, koobawo ngabo oobawo ngabaprofeti; Ngale mihla yokugqibela uthe wathetha nathi ngoNyana wakhe, awammisayo ukuba abe yindlalifa yeento zonke, awathi kwangaye wawenza amahlabathi
KUMAHEBHERE 1:1-2 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
UThixo wayethethile nje kudala ngeendawo ezininzi, nangeendlela ezininzi, koobawo ngabo abaprofeti, uthethe ngale mihla yokugqibela kuthi ngoNyana; awammisayo wayindlalifa yeento zonke, awathi kwangaye wayenza indalo yonke
KUMAHEBHERE 1:1-2 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
NGEZAHLULO ezininzi nangendawo ezininzi etetile nje UTIXO kudala kubo obawo ngabo abaprofite, ute kulemihla yokugqibela wateta kuti NGONYANA, ammisileyo ukuba yindlalifa yezinto zonke, okungaye kanjalo wawenza amazwe akoyo