KUMAHEBHERE 1:14
KUMAHEBHERE 1:14 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Azingomoya ababusayo zonke na, zithunywe ukuba zilungiselele abo baza kuba ziindlalifa zalo usindiso?
Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 1KUMAHEBHERE 1:14 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kakade ke ngoobani izithunywa? Zingoomoya abathunywa nguThixo, benceda abo baziindlalifa zosindiso.
Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 1