KUMAHEBHERE 10:26-27
KUMAHEBHERE 10:26-27 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kuba, xa sithi sone ngabomi, emveni kokuba sakwamkelayo ukwazi inyaniso, akusasele dini ngenxa yezono; sekusele ke ukulinda okoyikekayo kakhulu, umgwebo nomsindo womlilo, oza kudla abo bachasileyo.
KUMAHEBHERE 10:26-27 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kaloku xa singayeki ukona ngabom nangoku sesiyazi inyaniso, akusekho dini lingázisusayo izono zethu. Into elindelekileyo ngumgwebo orhwaqelisayo nomlilo olenyayo oza kutshabalalisa abo bamchasayo uThixo.
KUMAHEBHERE 10:26-27 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kuba, xa sithi sone ngabomi, emveni kokuba sakwamkelayo ukwazi inyaniso, akusasele dini ngenxa yezono; Kusele ke ukulinda okoyikekayo kakhulu, umgwebo nomsindo womlilo, oza kudla abo bachasileyo.
KUMAHEBHERE 10:26-27 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ngokuba, xeshekweni sonayo ngokuvuma, emveni kwokuba sikwamkele ukwaziwa kwenyaniso, kungasabi sasala idini ngenxa yezono; kodwa kuko ukulinda okwoyikekileyo kakulu kwokugwetywa, nozondo oluvutayo luza kubadla abaca̔sayo.