KUMAHEBHERE 13:5
KUMAHEBHERE 13:5 IBHAYIBHILE (XHO96)
Musani ukuba ngamathandamali. Yanelani yinto eninayo. Kaloku uThixo uthi: “Andiyi kukuyekela; ndingayi kukufulathela.”
Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 13KUMAHEBHERE 13:5 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ukumila kwenu makube kokungenakutanda imali; nize nitomalale zizinto ezikoyo: ngokuba ete yena: Andisayi kukuyeka, andisayi kukushiya kanjalo.
Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 13KUMAHEBHERE 13:5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Isimilo senu masibe sesingathandi mali, yanelani zizinto eninazo; kuba etshilo yena ukuthi, Andiyi kukha ndikuyekele; wabuya wathi, Andiyi kukha ndikushiye
Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 13