KUMAHEBHERE 2:14
KUMAHEBHERE 2:14 IBHAYIBHILE (XHO96)
Abantwana ke abo ngabantu. Naye ke uYesu waba ngumntu njengabo, khon' ukuze ngokufa kwakhe atshitshise igunya likaSathana lokuvuyelela abantu ngokufa.
Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 2KUMAHEBHERE 2:14 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ekubeni ngoko abantwana abo bengamadlelane naye ngenyama negazi, wathi naye ngokwakhe ngokukwanjalo wabelana nabo ngezo zinto, ukuze ngako ukufa ambhangise lowo unamandla okufa, oko kukuthi, uMtyholi lo
Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 2