KUMAHEBHERE 2:17
KUMAHEBHERE 2:17 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngoko ke ubemele ukuba afane nqwa nabantakwabo, khon' ukuze abe ngumbingeleli onovelwano nothembekileyo emsebenzini kaThixo, onako ukungxengxezela izono zabantu.
Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 2KUMAHEBHERE 2:17 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ngoko ke wafanelwa kukuba afane nabazalwana bakhe ngezinto zonke, ukuze abe ngonenceba, kwanombingeleli othembekileyo omkhulu ezintweni ezilunge kuThixo, ukuze azicamagushele izono zabantu.
Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 2