KUMAHEBHERE 2:9
KUMAHEBHERE 2:9 IBHAYIBHILE (XHO96)
Nanku ke kodwa uYesu. Yena wabekwa ngaphantsi kuhle nje kwizithunywa zikaThixo. Ngoku uthiwe jize ngesihomo nesithozela, kuba ngenxa yesisa sikaThixo wavuma ukufa ngenxa yoluntu lonke.
Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 2KUMAHEBHERE 2:9 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ke sibona lo uncitshiswe kancinane kunezithunywa zezulu, uYesu ke, ethe ngenxa yeentlungu zokufa, ethweswe uzuko nembeko; ukuze ngobabalo lukaThixo eve ukufa ngenxa yabo bonke.
Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 2