KUMAHEBHERE 4:11
KUMAHEBHERE 4:11 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngoko ke masizimisele ukuya kuphumla noThixo. Makungabikho bani ungathobeliyo, hleze naye aphulukane nokuphumla njengoko baphoswayo kuko ngenxa yokungeva kwabo.
Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 4KUMAHEBHERE 4:11 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Masikhuthalele ngoko ukungena koko kuphumla, ukuze kungabikho namnye ubuya eyele kwakuloo mzekelo wokungeva.
Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 4