KUMAHEBHERE 6:10
KUMAHEBHERE 6:10 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ngokuba UTIXO engenguye ongenabulungisa, ukuba alibale umsebenzi wenu, nomzamo wenu wotando, enilubonakalisileyo ngakulo igama lake, senibakonzile nje abangcwele, nisabakonza kanjalo.
Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 6KUMAHEBHERE 6:10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
kuba akanantswela-bulungisa uThixo, ukude awulibale umsebenzi wenu, nomzamo wothando enalubonakalalisa kulo igama lakhe, nabalungiseleláyo nje abangcwele, nisamana nibalungiselela.
Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 6