KUMAHEBHERE 9:16 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
KUMAHEBHERE 9:16 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba apho kukhoyo umnqophiso womyoleli, kufuneka ukuba kucace ukufa kwalowo unqophisileyo.
Yabelana
KUMAHEBHERE 9 XHO75KUMAHEBHERE 9:16 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke, apho kukho umyolelo kufuneka icace into yokuba umyoleli ufile.
Yabelana
KUMAHEBHERE 9 XHO96KUMAHEBHERE 9:16 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba apo sikona isiyolelo, kufanelekile ukuba kuhle ukufa kwomyoleli
Yabelana
KUMAHEBHERE 9 XHO1902AKUMAHEBHERE 9:16 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Kuba apho kukhoyo umnqophiso womyoleli, kufuneka ukuba kucace ukufa kwalowo unqophisileyo.
Yabelana
KUMAHEBHERE 9 CXB24