UHOSEYA 2:19-20
UHOSEYA 2:19-20 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ndokugana ube ngowam ngonaphakade, ndikugane ube ngowam ngobulungisa nangokusesikweni, nangenceba nangemfesane; ndikugane ube ngowam ngokuthembeka, umàzi uYehova.
Share
Funda UHOSEYA 2UHOSEYA 2:19-20 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ndiya kukungeja, ndimanyane nawe ngonaphakade; ewe, ndokungeja ngobulungisa nangokusemthethweni, ngokunyaniseka nangenceba. Ndokumanya nam ngentembeko, khon' ukuze undazi mna *Ndikhoyo.
Share
Funda UHOSEYA 2