UHOSEYA 3:1
UHOSEYA 3:1 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi uYehova kum, Phinda, uye uthande umfazi, ethandwa nguwabo, ekrexeza; njengoko uYehova abathandayo oonyana bakaSirayeli, bebheka thixweni bambi nje, bethanda izicumba zeerasintyisi.
Yabelana
Funda UHOSEYA 3UHOSEYA 3:1 IBHAYIBHILE (XHO96)
*UNdikhoyo wathi kum: “Phinda umthande umfazi wakho nangona engumkrexezikazi othandana nandoda yimbi, kuba nam ndisamthanda uSirayeli nakubeni ngoku selethabathekile ngabanye oothixo, ethanda amaqebengwana anerasentyisi.”
Yabelana
Funda UHOSEYA 3