Bible App logo
Khetha Uphawu

UHOSEYA 9:17 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

UHOSEYA 9:17 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

UThixo wam uya kubacekisa, kuba bengamphulaphulanga; baya kuphalaphala ezintlangeni.

UHOSEYA 9:17 XHO96 (IBHAYIBHILE)

UThixo wam wabalahla kwesinomhlwa; kaloku bona abamphulaphulanga. Ngoko ke boba ziimbacu ezizweni.

UHOSEYA 9:17 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

UTIXO wam wobalahla, ngokuba bengampulapulanga: boba ngamadungadunga pakati kwezizwe.

UHOSEYA 9:17 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

uThixo wam uya kubashiya, ngenxa yokuba bengakuphulaphulanga, yaye baya kuphalaphala ezintlangeni.