UISAYA 2:2
UISAYA 2:2 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ekupheleni kwemihla, intaba yendlu kaYehova iya kuma encotsheni yazo iintaba, izongamele iinduli; zonke izizwe ziya kuthontelana khona.
Yabelana
Funda UISAYA 2UISAYA 2:2 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ke kaloku kuya kuthi ekupheleni kwemihla, intaba yendlu kaYehova ivelele ezincotsheni zazo iintaba, izongamele iinduli, zibe ngumsinga ukuya kuyo zonke iintlanga.
Yabelana
Funda UISAYA 2