UISAYA 23:18
UISAYA 23:18 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
lube ngcwele kuYehova urhwebo lwayo notsheqo lwayo; aluyi kubekwa, aluyi kuqwetywa; kuba urhwebo lwayo luya kuba lolwabahleli phambi koYehova, ukuze badle bahluthe, nokuze bambathe ngokobunene.
UISAYA 23:18 IBHAYIBHILE (XHO96)
Loo mali ke iyizuze kwezorhwebo iya kuyinikela kwezikaNdikhoyo. Ewe, loo mali ayiyi kugcinwa, koko iya kusetyenziswa ngâbo banqula uNdikhoyo, bathenge ukutya nezingayiwayo izinxibo.
UISAYA 23:18 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Yaye umsebenzi wakhe nomvuzo wakhe woba ngcwele kuYehova; ayinakugcinwa okanye igcinwe; ngokuba umcimbi wakhe uya kuba ngowabahleli phambi koYehova, badle ukudla okuninzi, neempahla zokuhomba.
UISAYA 23:18 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kodwa okwentengo yayo nomvuzo wayo kwoba ngcwele KUYEHOVA; akuyi kubekelwa, akuyi kutshixelwa kanjalo; koko intengo yayo yoba yeyabo bahleliyo pambi KWOYEHOVA, eyokutya ngokukolisa, neyezivato ezihle.