UISAYA 23:9
UISAYA 23:9 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Icetywé nguYehova wemikhosi, ukuba angcolise ubungangamsha bamakhazikhazi onke, ukuba acukuceze bonke abazukileyo behlabathi.
Yabelana
Funda UISAYA 23UISAYA 23:9 IBHAYIBHILE (XHO96)
*NguNdikhoyo uSomandla-onke oyicebileyo, khon' ukuze aliphelise ikratshi labo, lutsho ludake udumo lwabaziwayo.
Yabelana
Funda UISAYA 23