UISAYA 25:9
UISAYA 25:9 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kuya kuthiwa ngaloo mini, Yabona, lo nguThixo wethu; besithembele kuye, ukuba asisindise; nguYehova lo besithembele kuye; masigcobe, sivuye ngosindiso lwakhe.
Yabelana
Funda UISAYA 25UISAYA 25:9 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngelo thuba bonke baya kuthi: “Ngenene nguThixo wethu lo! Sakholosa ngaye wasihlangula. NguNdikhoyo lo! Ngenene sikholose ngaye, ngoko ke ngoku masonwabe, ngoku ke masibe nemihlali, kuba yena usihlangule.”
Yabelana
Funda UISAYA 25