UISAYA 30:19
UISAYA 30:19 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ewe, nina bemi baseJerusalem, anisayi kuphinda nilile. Kaloku *uNdikhoyo unenceba; ngoko ke nothi nakuzibika kuye asabele.
Yabelana
Funda UISAYA 30UISAYA 30:19 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngokuba abantu aba baya kuhlala eZiyon, eYerusalem; aniyi kuba sabuya nilile; uya kunibabala ngenene ekuvakaleni kokukhala kwenu; ákukuva, uya kusabela.
Yabelana
Funda UISAYA 30