UISAYA 33:2
UISAYA 33:2 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Yehova, sibabale, sithembéle kuwe; yiba yingalo yabo imisó ngemisó; yiba lusindiso kuthi ngexesha lembandezelo.
Yabelana
Funda UISAYA 33UISAYA 33:2 IBHAYIBHILE (XHO96)
*Ndikhoyo, khawube nenceba kuthi; asisakulangazeleli ngako! Ntsasa zonke yiba ngamandla ethu; sihlangule sakungena enkathazweni.
Yabelana
Funda UISAYA 33