UISAYA 36:21
UISAYA 36:21 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kodwa ke bona abantu abo bathula bathi cwaka, abaphendula, kuba kaloku ukumkani uHezekiya wayebayalile wathi: “Ze ningamphenduli.”
Yabelana
Funda UISAYA 36UISAYA 36:21 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Bathi cwaka ke, abamphendula nelizwi elinye; ngokuba umthetho wokumkani ubusithi, Musani ukumphendula.
Yabelana
Funda UISAYA 36