UISAYA 36:7
UISAYA 36:7 IBHAYIBHILE (XHO96)
Mhlawumbi ke uthi: “Hayi, thina sikholose *ngoNdikhoyo uThixo wethu.” Kanene lowo asingulo uHezekiya amdilizele iindawo eziphakamileyo zonqulo, wabhangisa namaqonga amadini akhe, esithi kuJuda neJerusalem: “Yizani kunqula kwiqonga eliseJerusalem kuphela”?
UISAYA 36:7 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ke ukuba nithi kum, Sikholose ngoYehova uThixo wethu, ndithi, Asinguye na uHezekiya owadiliza izibingelelo eziphakamileyo nezibingelelo zakhe, wathi kumaYuda nakwiYerusalem, Ize niqubude phambi kwesi sibingelelo sodwa?
UISAYA 36:7 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ke ukuba uthi kum, Sikholose ngoYehova uThixo wethu, ndithi, Asinguye na lo uzigánga nezibingelelo azisusileyo uHezekiya, wathi kumaYuda nakwiYerusalem, Ize niqubude phambi kwesi sibingelelo sodwa?
UISAYA 36:7 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kodwa ukuba uti kum: Siyatemba KUYEHOVA, UTIXO wetu; asi nguye na, ondawo zake ezipakamileyo nezibingelo zake u‐Hezekiya uzisusile, wati ko‐Juda nakwi‐Yerusaleme: Pambi kwaso isibingelo esi niya kutoba pantsi?