UISAYA 38:16 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

UISAYA 38:16 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Nkosi yam, babuya baphile zezo zinto abantu, Bukuzo kanye ubomi bomoya wam: Wòndiphilisa ke, ndídlise ubomi.

UISAYA 38:16 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Ewe, Mhlekazi, kuphilwa ngolu hlobo; nomoya wam ngoku wanelisekile. Ndinyange nditsho ndibe ngumqaba-qaba, ngoko ke ndiphilele wena.

UISAYA 38:16 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

NKOSI! ngezizinto bapila abantu; nangezizinto zonke kuko ubomi bomoya wam; ngokuba undicacisile, wandenzela ukupila.

UISAYA 38:16 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Nkosi yam, bubomi bomphefumlo wam; wondibuyisa ke, undiphilise.